Babalwa Mhlauli

Lovelight flower Babalwa

Iculo

“Go to the entire world and preach my Good News in all creation.”

 

https://m.facebook.com/photo.php?fbid=1139518536106575&id=100001453192468&set=a.182691918455913.53467.100001453192468&refid=13&_ft_=top_level_post_id.1143365945721834%3Atl_objid.1143462925712136%3Athid.100001453192468&__tn__=E

 

"Happiness resides not in possessions and not in gold, happiness dwells in the soul."

Democritus

 

http://babalwamhlauli.com/communities/6/004/011/030/396//images/4628261900.jpg

 

Nyanda

 

http://t0.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcR0J57c3VZ9aRIFwZrRzMVtNcZk8El8dlW8JUWucLZpL4gOFrZU

 

Gqirha lobulo

Mhlaba wencebakazi

Ntliziyo ebekekileyo

Ntliziziyo engcwalisekileyo

Mzi wokuthula

Mzi wenkuthalo

Xhwelekazi elingcwalisekileyo

Lasekelwa imvuselelo

Lasekelwa ubuhloli

Lasekelwa ukukhulula amakhoboka

Amakhoboka entliziyweni

Amakhoboka engqondweni

Amakhoboka emphemfulweni

 

http://babalwamhlauli.com/communities/6/004/011/030/396//images/4628672920.jpg

 

Mzukulwana wabalele ukuthula

 

https://fbcdn-photos-a-a.akamaihd.net/hphotos-ak-xlt1/v/t1.0-0/cp0/e15/q65/s480x480/13692573_1145360958855666_495630979619637979_n.jpg?efg=eyJpIjoiYiJ9&oh=69ec22bf567e35147e1403da4aaac839&oe=58302C79&__gda__=1479143853_096411237578d0ae82474cedac14dc7b

 

Izihlwele zomzi kaBawo jikelele

Ngelosi yengoma

Mxilisi wezihlwele ngegwijo

 

http://t0.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcSRpE-cW0moGTYj9TgLt5G9ptFCpIV35NmP2mV6wdpv8RqMArJt1g

 

Mjuxuzi obhentsela izizwe

Ujabulusa amaxhego

Ujabulisa izilo

Ujabulisa uluntu luphela

 

http://t0.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcQHaxoyQp9SCj6SJOn7nkwMiY9kqsDvpMdRKxsvqsUziinwjIHO

 

Waz' ewamhle

Umntan' omntu

Entliziyweni

Njengoko emhle ebusweni

 

http://t2.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcR7SGjkOHXJqeO2SBfJHiDPI5xXUaYm906I-gqASJd4WWjiB7zJ

 

Umsebenzi omhle kangaka Nkosazana

Iiminyaka ngeminyaka

Ungadinwa

Uthuthuzela uluntu luphela

UBawo wakuseka phambi kokuba

Ubesembelekweni

Ukuba ubengumthuthuzeli

Wosapho lwakhe

Umhlaba wonke gungqu

Uphumelele emagqabini Nzwakazi entle

Mfundisikazi omhle entliziyweni

Nasemphefumlweni

Siyabulela mprofetikazi omhle

 

This is what the Lord Almighty, the God of Israel, says:

 

“Tell this to your masters:

 

http://t0.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcQKdygb4QjGxKkHBJYGiJ43zustssNVm8ks93GM5k4SmppRN-5L

 

With my great power and outstretched arm I made the earth

and its people

and the animals that are on it,

and I give it to anyone I please."

Jeremiah

 

Siyabona Bawo

Nkosi

Thixo wezizwe

Qamata ngamehlo ethu

Ukuba lenzwakazi

Wayipha umhlaba

Ukuba izalisekise amaphupha akho

Kwizizwe ngezizwe

Eluntwini lonke gungqu

Kwiintlanga ngentlanga

Zithetha iilwimi ngeelwimi

 

It is written that;

 

http://t3.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcR8O7XrmK6tFoJG68hSJhk8ZzCZI2jOdjARf0EHzvX74b1tfSIJ

 

"She was born in Houston, Texas on September 4, 1981. Her father Mathew Knowles — a music business executive — is of African American descent, while her mother Tina — a costume designer and hair stylist — is of so-called Créole heritage (a French term for a person of Afro-European ancestry).

 

More specifically, she is a Louisiana Créole — a mix of African, Native American and French. (The region was a French colony from 1682 to 1763, and from 1800 to 1803)."

 

Umhlaba ugcwele injabulo

Ngobubele bakho Nkosazana

UBawo watsho ukuba

Sakushumayela ngezipho

asiphe zona

Kungoko siyimincili namhlanje

Kuba udumisile

Ngezipho zakho!

You answered the call

Wathuthuzela umhlaba

Uphela

 

http://babalwamhlauli.com/communities/6/004/011/030/396//images/4628261904.jpg

 

“I have kind of broken barriers, and I don’t think people think about my race,”

 

“I think they look at me as an entertainer and a musician, and I am very happy that that is changing, because that is how I look at people…it’s not about colour and race.” she told Piers Morgan

 

http://t0.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcRRKeB7Zokpq6riJwNx40sFusOwrYckZM3EM9qI0WJfPzBqGoLH

 

Nga UThixo anganawe nosapho lwakho luphela.

Anibabale

Anikhusele

Anandisele

Aniphe injabulo

Nokhanyo olungapheliyo

 

http://t1.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcQ8qpCe8YU8lWQ183kXM_a-jWeOvO5TZ3A_GB1YvGBKIwGaapXdOg

 

"How beautiful are the feet of those who bring good news!"

 

http://t0.gstatic.com/images?q=tbn:ANd9GcTi7a_BIwJK-3uSCHh6W172mJAk1lRsMP3D1FwaZ747cW_L2R89